SKY HILL 1 mins Walk to Shopping Area & Starbucks

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguKwang

Iindwendwe eziyi-6, Amagumbi okulala ayi-3, Iibhedi eziyi-3, Amagumbi okuhlambela ayi-2
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ichibi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Umbuki zindwendwe onamava
UKwang unezimvo eziyi-24 zezinye iindawo.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
ibhedi elala umntu omnye eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
I-TV
Ilifti
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Ayer Itam, Pulau Pinang, Malaysia

Umbuki zindwendwe ngu- Kwang

  1. Ujoyine nge- 2019 Matshi
  • Izimvo eziyi-26
  • Isazisi siqinisekisiwe
Hi,my name's Kwang I'm a young old Man:)
  • Izinga lokuphendula: 93%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa