Dlulela kumxholo

Molarinho Heritage III-Guimarães Historical Center

Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex sinombuki zindwendwe onguMaria Alexandra
Iindwendwe eziyi-62 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-3Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
UMaria Alexandra yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Imithetho yekhaya
Umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati okanye ukutshaya.
Molarinho Heritage is situated in the historic centre on the city of Guimarães, with a privileged view to the Santiago square, the castle and the Ducal Palace. The building was recently remodelled and offers you a pleasant ambient with a decoration that is full of Portuguese soul and tradition. We want you to feel at home, for that the Molarinho Heritage house is available with a fully equipped kitchen, living room with a flat screen TV with cable channels and free WiFi access.

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini
Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

Ikhitshi
I-Wifi
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Izimvo eziyi-2

Indawo

Guimarães, Braga, Portugal

Umbuki zindwendwe ngu- Maria Alexandra

Ujoyine nge- 2017 September
  • Izimvo eziyi-102
  • I-Superhost
UMaria Alexandra yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 51171/AL
  • Iilwimi: English, Français, Português, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho sixhobo sokuva umoya otyhefayo esichaziweyo. Bonisa okungakumbi
Akukho sixhobo sokuva umsi esichaziweyo. Bonisa okungakumbi
Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Guimarães

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Guimarães: