Design Appartement Flat in Ebersberg bei München

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguChristopher

Iindwendwe eziyi-3, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Schick und stylisch möbliert, mit 2 Zimmern, separater Küche und ein Panoramablick bis zu den Alpen. Das große Tageslicht-Duschbad mit bodengleicher Dusche und Rainshower ist der ideale Ort zum entspannen und erholen. Die Suite ist mit einem gemütlichen Kingsize-Boxspring-Bett ausgestattet, das zum langen Ausschlafen verführt. Die abgeschlossene Küche ist mit allem, was man für einen längeren Aufenthalt benötigt, ausgestattet.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Iindawo zokuhlala phandle
Ibhedi yomntwana
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Uluvo oluyi-1

Apho uza kuba khona

Ebersberg, Bayern, Germany

Umbuki zindwendwe ngu- Christopher

  1. Ujoyine nge- 2020 Matshi
  • Uluvo oluyi-1
  • Isazisi siqinisekisiwe
Telefon: (Phone number hidden by Airbnb) E-Mail: (Email hidden by Airbnb)

Ngexesha lokuhlala kwakho

Wir sind von Montag bis Sonntag von jeweils 08:00 Uhr bis 22:00 Uhr für Sie erreichbar.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$582

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Ebersberg

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Ebersberg: