Street View Marquee Suites Theatre District

4.83

iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguThomas

Iindwendwe eziyi-6, 2 amagumbi okulala ayi-, iibhedi eziyi-5, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Marquee Suites is a 2. Bedroom apartment is above a law office. It is in an historic building, downtown Lanesboro. It is right next door to Lanesboro’s 2 performing arts theaters. 2 night minimum. Nearby restaurants and walking distance to trout fishing. One block from Root River multi- use trail.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1, 1 ibhedi elala abantu ababini, ibhedi elala umntu omnye eyi-1, isofa ekwayibhedi eyi-1
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Isixhobo sokomisa iinwele
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.83 out of 5 stars from 12 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Lanesboro, Minnesota, United States

Middle of the vibrant Theater and restaurant district

Umbuki zindwendwe ngu- Thomas

Ujoyine nge- 2017 Disemba
  • Izimvo eziyi-23
  • Isazisi siqinisekisiwe
My wife Sandy is the main host and this is our Marquee Suites rentals in downtown Lanesboro Minnesota. It is near all the action right in the theater district.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Akutshaywa
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ichibi, umlambo, nezinye iindawo ezinamanzi ezikufutshane
Into yokunyuka okanye yokudlala
Ialam yecarbon monoxide

Imithetho engokurhoxa