Bluff Country Retreat - Bunk House

5.0I-Superhost

indlu engasemva yonke sinombuki zindwendwe onguDerrick

Iindwendwe eziyi-4, Istudiyo, iibhedi eziyi-3, Igumbi lokuhlambela eli-1
UDerrick yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Yindawo entle
92% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Yonke indlu isetyenziswe nguwe wedwa
Ukuzingenela
Uzibophelele Ekucoceni Okuphuculiweyo

Yonke inkcazelo ngendawo kaDerrick

These Cozy Accomodations are a Bunk House attached to a shed. The space offers a log cabin theme and has a queen log bed and a set of twin bunk beds. There is a fireplace for use in the winter and and is air conditioned for summer. There is a kitchenette with a refrigerator and a microwave. There are multiple hotplates provided and a washer and dryer is available. There are miles of mowed walking trails on the property and we are located 3 miles form the Root River Bike Trail.

Indawo
The Bunk House is located on 80 acres of private property 3 miles from Whalan and the Root River Bike Trail. We have several miles of mowed walking trails throughout the property for guests to use. They provide opportunities for walking, snowshoeing, and cross country skiing.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Indawo yomlilo engaphakathi endlini

Ukufikeleleka

Ukungena ngaphakathi

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini
Indlela ekhanyayo yokungena
Indlela engenazitepsi kwindawo ekungenwa kuyo

Egumbini lokulala

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 18 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Lanesboro, Minnesota, United States

The property is in a private location overlooking the Root River Valley.

Umbuki zindwendwe ngu- Derrick

Ujoyine nge- 2018 Februwari
  • Izimvo eziyi-30
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

We are available for questions and can be reached by phone, text or email. We do reserve the right to verify the correct number of guests and proper use of the property.

UDerrick yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 10:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$250

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Lanesboro

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Lanesboro: