Deluxe Double with Sea View - Long Beach Resort

Igumbi lakho lokulala e indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa sinombuki zindwendwe onguChenda

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Igumbi lokulala eline-wifi elungele umsebenzi.
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-21 Epr.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Long Beach Resort is a luxury resort which is at Koh Rong where is paradise beach and with newly luxury resort private beach, Koh Rong is located about 25 km form Sihanoukvills by boats. At Long Beach Resort you will find a shared lounge area. During their stay, guests can go cycling, or enjoy activities such as fishing or cooking. Massage services are also available.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ukukwazi ukuya elwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Itshaja yemoto esebenza ngombane
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Preah Sihanouk

Apr 22, 2023 - Apr 29, 2023

Uluvo oluyi-1

Apho uza kuba khona

Preah Sihanouk, Sihanoukville, Cambodia

Umbuki zindwendwe ngu- Chenda

  1. Ujoyine nge- 2019 Meyi
  • Izimvo eziyi-5
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 23:00
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa