Alonia Hotel /Sea view apartment

Igumbi elise- ihotele sinombuki zindwendwe onguΕλένη

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-4
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-1.5 asetyenziswa nangabanye abantu
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-100% yeendwendwe zakutshanje inike uΕλένη iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-28 Nov.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Neo Kalamaki

Nov 29, 2022 - Dec 6, 2022

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-8 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Neo Kalamaki, Greece

Umbuki zindwendwe ngu- Ελένη

  1. Ujoyine nge- 2020 Juni
  • Izimvo eziyi-8
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa