Dlulela kumxholo

The Nicol Hotel (apt 31.).2

Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex eneenkonzo sinombuki zindwendwe onguNikita
Iindwendwe eziyi-21 igumbi lokulalaIbedi eyi-1Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex elawulwa yinkampani.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
UNikita yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Imithetho engokurhoxa
Faka iintsuku zohambo lwakho ukuze ufumane iinkcukacha zokurhoxiswa koku kuhlala.
Imithetho yekhaya
Umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati okanye ukutshaya.
We have a restaurant and coffee shop that satisfies gastronomic yearnings and much-needed coffee intakes. There’s round-the-clock security to keep guests and staff safe and sound. There’s a fully equipped gym for those who can’t stop working out even during vacations. For relaxing dips and leisurely sunbathing, our pool area on deck is always available. Situated in the leafy suburb of Bedfordview, The Nicol Hotel is close to OR Tambo International Airport, Eastgate Shopping Centre.

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

Ilifti
Ijimu
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
IiHenga
Iayini
I-TV
Isixhobo sokomisa iinwele
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-161 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Indawo

Germiston, Gauteng, eMzantsi Afrika

Umbuki zindwendwe ngu- Nikita

Ujoyine nge- 2019 February
  • Izimvo eziyi-161
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
UNikita yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 13:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho sixhobo sokuva umoya otyhefayo esichaziweyo. Funda okungakumbi
Ialam yomsi
Imithetho engokurhoxa