Suite con 2 Habitaciones Matrimonial y doble.

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguGustavo

  1. Iindwendwe eziyi-5
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-23 Jul.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Suite amplia y acogedora con toda la comodidad para que el huésped pueda descansar con la finalidad de una experiencia única.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Santo Domingo

Jul 24, 2023 - Jul 31, 2023

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-3 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Santo Domingo, Santo Domingo de los Tsáchilas, Ecuador

Umbuki zindwendwe ngu- Gustavo

  1. Ujoyine nge- 2019 Julayi
  • Izimvo eziyi-3
  • Isazisi siqinisekisiwe
Conferencista
  • Izinga lokuphendula: 0%
  • Ixesha lokuphendula: iintsuku ezimbalwa okanye ngaphezulu
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 10:00 - 15:00
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa