Casa de campo hermosa con alberca y jardines

I-Superhost

Indlu esemaphandleni yonke sinombuki zindwendwe onguIvett

  1. Iindwendwe eziyi-14
  2. Amagumbi okulala ayi-3
  3. Iibhedi eziyi-9
  4. Iibhafu ezi-3
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu esemaphandleni.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Yindawo entle
90% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Un lindo lugar para descansar, divertirse y convivir en familia o con amigos. ofrece una vista espectacular y grandes áreas verdes así como una alberca y terraza.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
iibhedi ezikhweleneyo eziyi-2
Igumbi lokulala 3
iibhedi ezikhweleneyo eziyi-2

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Isetyenziswa nini nodwa ipuli
I-TV
Ifriji
Imicrowave
Ukutshaya kuvumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 10 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Ixtlahuacan de los Membrillos, Jalisco, Mexico

Es una casa en el campo para disfrutar de su vistas, jardines, convivir con amigos y relajarse. Cerca del lago de Chapala

Umbuki zindwendwe ngu- Ivett

  1. Ujoyine nge- 2017 Novemba
  • Izimvo eziyi-10
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

acceso con ayuda del portero

UIvett yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 13:00 - 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi
Iphuli/ibhafu enamanzi ashushu engenageyithi okanye engatshixwayo

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Ixtlahuacan de los Membrillos

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Ixtlahuacan de los Membrillos: