South Lake Chalet #3-New Boutique Suite-Minutes to Heavenly & Lake Tahoe

4.76I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa sinombuki zindwendwe onguZiprent

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
UZiprent yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Yindawo entle
95% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Newly renovated boutique accommodation in the heart of South Lake Tahoe's Stateline

Indawo
Amazing Location!

Literally 1.5 blocks from Highway 50 and Stateline. Within a stone's throw of Heavenly Village & Gondola, casinos and restaurants. This is a private studio as part of a boutique 12 unit self-serve accommodation. Completely renovated in 2020, this unit comes with an en-suite bath with walk-in shower, kitchenette w/Keurig machine and a Queen bed. Equipped with a smart TV and on-demand streaming services (occupant needs to have subscription service/no cable). All TVs and wifi are connected to Gigabit cable connectivity. Note that this unit does not have a work desk.

*NO PARTIES: We have a strict 'No Party' policy-parties or events are not allowed. Quiet hours are enforced from 10pm-8am.*

*NO PETS: Pets are not allowed in this unit.

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Imicrowave
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Ukufikeleleka

Indlela ekhanyayo yokungena

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.76 out of 5 stars from 108 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

South Lake Tahoe, California, United States

Located within a 5 minute walk to the world renowned Heavenly Village and Gondola, Gordon Ramsey Hell's Kitchen, casinos and only a 10 minute walk to Lakeside Beach (private, access fee required). This location is ideal for those working remotely (with Gigabit internet connectivity) while enjoying everything South Lake Tahoe has to offer.

Umbuki zindwendwe ngu- Ziprent

  1. Ujoyine nge- 2013 Epreli
  • Izimvo eziyi-2 983
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
We're a new company with a fresh outlook on property management. We utilize automation and the power of technology alongside world class customer service to deliver the best possible experience for our guests and owners.

Ngexesha lokuhlala kwakho

This is a self-serve stay. We are an off-site host, there is no front desk and we provide contactless self check-in. We have dedicated hospitality department in case of emergencies: (415) 367-0001

UZiprent yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- South Lake Tahoe

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e South Lake Tahoe: