Amangiri Homestay - Chikmagalur

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa sinombuki zindwendwe onguJeevan Maradi

Iindwendwe eziyi-7, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-7, Iibhafu ezi-3
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Ungabhalisela ukungena kumntu oqashelwe ukuma emnyango.
UJeevan Maradi yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Campfire, Trekkings in a coffee estate, indoor and outdoor games

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1, imatrasi ebekwa phantsi eyi-1
Igumbi lokulala 2
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1, 1 ibhedi elala abantu ababini
Indawo ekungena umntu wonke
Iimatrasi ezibekwa phantsi eziyi-5

Izinto enazo le ndawo

Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Isidlo sakusasa
Ukutshaya kuvumelekile
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-78 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Chikmagalur, Karnataka, India

Places to Visit: Bhadra Wildlife Sanctuary (Muthodi Forest) - 39 kms, Aldur Shooting Point - 8 kms, Seethalayyanagiri - 41 kms, Mullayyanagiri - 43 kms, Honnamanahalla - 44 kms, Jhari Falls - 45 kms, Datthapeeta - 63 kms, Manikyadhara - 62 kms, Sringeri - 74 Kms, Horanadu - 78 Kms, Dharmasthala - 71 Kms.

Umbuki zindwendwe ngu- Jeevan Maradi

Ujoyine nge- 2013 Okthoba
  • Izimvo eziyi-78
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
My name is Jeevan Maradi and I am from Chikmagalur, Karnataka. Currently, I run a "Homestay Advisor" Your bookings on Homestay Advisor are empowering rural development and growth by giving employment opportunities to educated youths. There are many hidden homestays that are not visible to travelers, our team identifies the best hospitality homestays and introduces them to the rest of the world via Airbnb. Homestay Advisor and Airbnb have a good working relationship since 2014. Our dedicated support team for Airbnb: Asma, Pramod, and Prabhakaran are lovely people who always love to respond to all the queries from morning 9 AM to 10 PM - 365 days. I personally love to interact with guests, would like to make friends, learn about a new culture.
My name is Jeevan Maradi and I am from Chikmagalur, Karnataka. Currently, I run a "Homestay Advisor" Your bookings on Homestay Advisor are empowering rural development and growth b…

UJeevan Maradi yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 99%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 12:00 - 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Chikmagalur

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Chikmagalur: