Dlulela kumxholo

Tahome Adventure Pad

Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex sinombuki zindwendwe onguGreta
Iindwendwe eziyi-41 igumbi lokulalaiibhedi eziyi-2Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Imithetho engokurhoxa
Faka iintsuku zohambo lwakho ukuze ufumane iinkcukacha zokurhoxiswa koku kuhlala.
Imithetho yekhaya
Le ndawo ayizilungelanga iintsana (ezineminyaka eyi-0 ukuya kweyi-2) ibe umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati nokutshaya. Fumana iinkcukacha
Located in the middle of town 5 minutes to Heavenly or the beach. A short walk to beautiful meadow with mountain views and cross county skiing.

Indawo
Its a cozy little place to stay in and have a nice fire with some hot chocolate and use as a launch pad for all your Tahoe adventures.

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini, isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Isimahla umatshini wokuhlamba–Usendlini
Isimahla umatshini wokomisa iimpahla–Usendlini
Ikhitshi
Igaraji yokupaka simahla enophahla eseyadini – ineendawo eziyi-3
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifakwa efestileni zokwenza indlu ibe mnyama
Ukufudumeza
Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Izimvo eziyi-2

Indawo

South Lake Tahoe, California, United States

Umbuki zindwendwe ngu- Greta

Ujoyine nge- 2016 June
  • Izimvo eziyi-2
  • Isazisi siqinisekisiwe
Ngexesha lokuhlala kwakho
We are out and about exploring, but are available when we’ve got service to recommend our favorite local spots in town and the backcountry.
  • Izinga lokuphendula: 75%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:00:00
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Kuvumelekile ukuhlala ixesha elide (iintsuku eziyi-28 nangaphezulu)
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Imithetho engokurhoxa