DIY Bed and Breakfast

Igumbi lakho lokulala e indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa sinombuki zindwendwe onguAnne

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-1.5 asetyenziswa nangabanye abantu
Yindawo entle
94% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-19 Mat.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
The beach on your doorstep, the bush in your backyard, all your worries gone

Indawo
Whole top floor 1 double bed, 1 queen bed, bathroom, balcony and Kitchen

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

Ukukwazi ukuya elwandle – Phambi kolwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ibhafu
Iveranda okanye ibhalkhoni Yeyabucala
Isixhobo sokomisa iinwele
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Coledale

Mar 20, 2023 - Mar 27, 2023

4.67 out of 5 stars from 24 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Coledale, New South Wales, Australia

Umbuki zindwendwe ngu- Anne

  1. Ujoyine nge- 2020 Okthoba
  • Izimvo eziyi-39
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Inombolo yomthetho: PID-STRA-35550
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa