Downtown Cottage (Fully Sanitized)

I-Superhost

Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle yonke sinombuki zindwendwe onguSunny

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Umbuki zindwendwe onomlinganiselo ophezulu
USunny ufumene umlinganiselo weenkwenkwezi eziyi-5 kwi-100% yeendwendwe zakutshanje.
Located in the middle of charming Downtown Frederick. Private deck and back yard patio. Seconds away from market street. (High Speed Internet).
For local events please check Downtownfrederick.org

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Ukupaka kwizitrato mahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Yeyabucala iyadi engasemva – Ibiyelwe yonke
Kukho iikhamera kule ndlu

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.80 out of 5 stars from 15 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Frederick, Maryland, United States

Umbuki zindwendwe ngu- Sunny

  1. Ujoyine nge- 2017 Epreli
  • Izimvo eziyi-57
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

USunny yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ichibi, umlambo, nezinye iindawo ezinamanzi ezikufutshane
Ialam yecarbon monoxide

Imithetho engokurhoxa