Eko Atlantic luxury 3 bedroom apartment

Indawo ekukho umntu oncedisayo kuyo yonke sinombuki zindwendwe onguTaiwo

  1. Iindwendwe eziyi-6
  2. Amagumbi okulala ayi-3
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Iibhafu ezi-3
Yonwabele
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinepuli.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 3
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ukubuka ulwandle
Ukubuka ulwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Isetyenziswa nangabanye ipuli
I-TV
Ilifti
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Lagos, Nigeria

Umbuki zindwendwe ngu- Taiwo

  1. Ujoyine nge- 2020 Novemba
  • Isazisi siqinisekisiwe
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 12:00
    Ixesha lokuphuma lingo:12:00
    Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
    Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
    Ukutshaya kuvumelekile

    Ezempilo nokhuseleko

    Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
    Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
    Ialam yomsi

    Imithetho engokurhoxa