Dlulela kumxholo

Historic Mansion, Minutes From Downtown,

Yonke indlu sinombuki zindwendwe onguJennifer
Iindwendwe eziyi-125 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-7Amagumbi okuhlambela ayi-4.5
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Imithetho yekhaya
Le ndawo ayizilungelanga iintsana (ezineminyaka eyi-0 ukuya kweyi-2) ibe umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati nokutshaya.
Stunning historic mansion, minutes from downtown. Sleeps 12 comfortably. Common areas include living room, kitchen, 4 sitting rooms, and patio.

This home is the perfect location for a family reunion, large or multi-family vacation or girls weekend.

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
Ibhedi enkulu eyi-1, iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2
Igumbi lokulala 2
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 3
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isixhobo sokomisa iinwele
Isidlo sakusasa
Indawo elungiselelwe ukusebenza

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Indawo

Hannibal, Missouri, United States

Umbuki zindwendwe ngu- Jennifer

Ujoyine nge- 2019 August
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Imithetho engokurhoxa