Complejo CASA PUEBLO, Punta Ballena

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguAngela

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Yonwabele
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinepuli.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-25 Sep.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Apartamento para 4 personas, con UN dormitorio con cama doble y en living sofá cama, dentro el exclusivo complejo Casa Pueblo, lugar único con vista espectacular a la costa. Incluye servicio incluye sabanas y toallas con recambio 2 veces x semana, limpieza diaria, (excepto lavado de vajilla pero ésto se puede pagar a parte) wifi, pileta climatizada, gimnasio, bar de pileta y restaurante con descuento.
En la zona hay paseos a las Islas Gorriti, Isla de Lobos, Parapentes, playas espectaculares

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini, isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Ichibi
Ibhafu enamanzi ashushu
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Manantiales

Sep 26, 2022 - Oct 3, 2022

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-4 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Manantiales, Departamento de Maldonado, Uruguay

Umbuki zindwendwe ngu- Angela

  1. Ujoyine nge- 2019 Julayi
  • Izimvo eziyi-4
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa