Le Gîte du Vignoble

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguFrançois

Iindwendwe eziyi-6, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-4, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ce gîte de 80 m2 refait à neuf en 2014, peut accueillir 4 à 6 personnes. Il se trouve au-dessus d'une cave à vin et a une vue directe sur les vignes.

Vous bénéficierez d'une cuisine (ouverte sur le séjour) équipée avec four, micro-ondes, plaque vitrocéramique, frigo, cafetière et grille pain, d'un séjour avec TV, canapé convertible en lit pour 2 personnes et chaise bébé.
Vous trouverez également une salle d'eau avec douche, lavabo, lave-linge et sèche cheveux. WC Séparés.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2
Indawo ekungena umntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Umatshini wokuhlamba impahla
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Blienschwiller, Grand Est, France

Umbuki zindwendwe ngu- François

  1. Ujoyine nge- 2021 Februwari
  • Izimvo eziyi-2
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 90%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 16:00 - 18:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Blienschwiller

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Blienschwiller: