Dlulela kumxholo

Charming Studio close to Tram stop for Basel

Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex sinombuki zindwendwe onguVittorio
Undwendwe olu-1IstudiyoIbedi eyi-1Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Imithetho yekhaya
Le ndawo ayibalungelanga abantwana abangaphantsi kweminyaka eyi-12 ibe umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati nokutshaya.

Amalungiselelo okulala

Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

Ikhitshi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Umatshini wokuhlamba impahla
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Indawo

Saint-Louis, Grand Est, France

Umbuki zindwendwe ngu- Vittorio

Ujoyine nge- 2021 March
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Funda okungakumbi
Ialam yecarbon monoxide
Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Saint-Louis

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Saint-Louis: