Kufuphi ne-Sam levy 2

Iflethi yonke sinombuki zindwendwe onguGetrude

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Umbuki zindwendwe onamava
UGetrude unezimvo eziyi-40 zezinye iindawo.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Yonwabela izinto ezintle kule ndawo isembindini.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Kukho iikhamera kule ndlu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

5.0 out of 5 stars from 4 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Harare, Harare Province, Zimbabwe

Umbuki zindwendwe ngu- Getrude

  1. Ujoyine nge- 2017 Julayi
  • Izimvo eziyi-44
  • Isazisi siqinisekisiwe
I am a wife, blessed mother of 3 daughters and a son. I enjoy interior decorating and gardening. When l am less busy l enjoy traveling and seeing the world.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 11:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Indawo ephakamileyo engenayo indawo yokubambelela okanye engakhuselekanga
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa