Dlulela kumxholo

La Casa del Valle en Soncillo

Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex sinombuki zindwendwe onguCarmen
Iindwendwe eziyi-83 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-7Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Imithetho yekhaya
Le ndawo ayibalungelanga abantwana abangaphantsi kweminyaka eyi-12 ibe umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya okanye iipati.
la casa del valle se encuentra en plena comarca de las Merindades en el norte de Burgos,.
Esta completamente equipada para su uso.
Dispone de tres habitaciones dobles una ampliable a 4 plazas.
Salón, cocina y dos baños.
disponemos de conexión a internet, tv en todas la habitaciones y salón.
Decoración rustica con mucho encanto.
Nuestra casa se encuentra en el centro del pueblo pero con todo tipo de espacios rurales en su entorno.
Barbacoas ,parque,terrazas,restaurantes,farmacia,banco,,,,

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2
Igumbi lokulala 3
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2, iisofa ezikwazibhedi eziyi-2

Izinto onokuzisebenzisa

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa iinwele
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Indawo

Soncillo, Castilla y León, Spain

Umbuki zindwendwe ngu- Carmen

Ujoyine nge- 2021 March
      Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

      Izinto ofanele uzazi

      Imithetho yekhaya
      Ixesha lokungena lingo: 15:00 - 00:00
      Ixesha lokuphuma lingo:12:00
      Ayibafanelanga abantwana neentsana
      Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
      Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
      Ezempilo nokhuseleko
      Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
      Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
      Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
      Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi
      Imithetho engokurhoxa