Azoora's Hostel rooms with AC + BreakFast + Dinner

Igumbi elisetyenziswa nangabanye abantu e indlu sinombuki zindwendwe onguPreeti

  1. Iindwendwe eziyi-7
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-7
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-3 asetyenziswa nangabanye abantu
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
Yiza nezilwanyana zakho zasekhaya.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-19 Dis.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
We are a cozy, clean and happy hostel on tonk Road

There are 7 beds in My Apartment, The place is freshly painted and is air-conditioned. This is a brand new accommodation with beds, table chair and almari. It has a big balcony to sip and sit. The place comes with breakfast and dinner included in the package . The meals will be in form of home cooked tiffin food. The place has beds , table , chair and fridge on demand. If kitchen is needed we provide induction and utensils on request

Indawo
Space
A Brand New colourful House Welcomes You with friendly staff, a joyful magical atmosphere and comfortable and clean rooms. The place is ideal for bag packers, people looking for hostels or budget group travellers.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ibhedi yomntwana
Ukutshaya kuvumelekile
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Jaipur

Dec 20, 2022 - Dec 27, 2022

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-59 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Jaipur, Rajasthan, India

The place is 5 minutes away from the airport and 2 minutes from the main market of Pratap Nagar DMART. SItapura industrial area and all other colleges and universities are close by. it's very close to World Trade Park and Chokhi Dhani

Umbuki zindwendwe ngu- Preeti

  1. Ujoyine nge- 2018 Novemba
  • Izimvo eziyi-59
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Umxhasi weAirbnb.org
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 09:00 - 11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa