Fachwerkhaus mit Wesergrundstück und Panoramablick

Indlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonke sinombuki zindwendwe onguMario

Iindwendwe eziyi-9, Amagumbi okulala ayi-5, Iibhedi eziyi-6, 1.5 igumbi lokuhlambela
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-93% yeendwendwe zakutshanje inike uMario iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.
Das Weserhuis ist ein unter Denkgeschütztes Fachwerkhaus zum Teil mit antiker und moderner Ausstattung .
Hier geniesst man die Ruhe an der Weser .

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini, ibhedi elala umntu omnye eyi-1
Igumbi lokulala 2
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 3
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-15 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Brevörde, Niedersachsen, Germany

Mit Blick auf die Weser und 500 qm eigenem Wesergrundstück geniessen Sie hier die Ruhe in netter Nachbarschaft .
Ab 22 Uhr wird hier ruhige Atmosphäre gewünscht , das Haus ist nicht für Nachtpartys geeignet .

Umbuki zindwendwe ngu- Mario

  1. Ujoyine nge- 2021 Janyuwari
  • Izimvo eziyi-15
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ichibi, umlambo, nezinye iindawo ezinamanzi ezikufutshane
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Brevörde

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Brevörde: