Dlulela kumxholo

Il filo di Jordi Co-AAUT 9056-LT-0251

Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex sinombuki zindwendwe onguClaudia
Iindwendwe eziyi-62 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-3Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini
Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

Ikhitshi
I-Wifi
Ukupaka kwizitrato mahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Imicrowave
Kukho iikhamera kule ndlu

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-2 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Indawo

Savona, Liguria, Italy

Quartiere di Santa Rita, vicino al mare ed al centro città, comodo a tutti i servizi: supermercati, farmacia, bar, ristoranti, terminal crociere Costa.
A 5 km dal Porto di Vado Ligure: Sardinia Ferries e Corsica Ferries.

Umbuki zindwendwe ngu- Claudia

Ujoyine nge- 2018 August
  • Izimvo eziyi-2
  • Isazisi siqinisekisiwe
Ababuki zindwendwe abancedisayo
  • Umberto
  • Iilwimi: English, Français, Italiano, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokubhalisa xa ufika: 17:00 - 21:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Savona

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Savona: