Comfortable 2 Bedroom TownHome/Apt - Large Yard

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguRichard

Iindwendwe eziyi-5, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-3, 1.5 igumbi lokuhlambela
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Umbuki zindwendwe onamava
URichard unezimvo eziyi-54 zezinye iindawo.
First floor 2 bedrooms and 1.1/2 bath fully furnished apartment in desirable Heacock Meadows area. Updated kitchen. Excellent location with large yard and walking distance to tennis and basketball courts, local restaurants, and shopping. Central Air, with Washer/Dryer in the apartment.

Indawo
This is a very comfortable apartment with brand new furniture. It's fully equipped to meet all your needs to relax and enjoy your stay. Great for an executive and family for a short or longer term transitional stay while relocating to the area, or whatever reason to visit this beautiful desirable area.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Indawo yokubasa

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Uluvo oluyi-1

Apho uza kuba khona

Yardley, Pennsylvania, United States

Friendly area with Basketball, Tennis, Bike, and Walking paths to shopping and restaurants. Great access to major travel routes. NAC is one of the top 10 health clubs to join; minutes away. Beautiful Parks and so many other interesting places to visit.

Umbuki zindwendwe ngu- Richard

  1. Ujoyine nge- 2009 Matshi
  • Izimvo eziyi-55
  • Isazisi siqinisekisiwe
I live at my apartment, but travel frequently. So I offer my place for quests to use. I have used AirBnb and meet great people over the past few years.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$250

Imithetho engokurhoxa