Fifth wheel bunk house

Indlu engasemva yonke sinombuki zindwendwe onguRyan

Iindwendwe eziyi-6, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-5, 1.5 igumbi lokuhlambela
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu engasemva.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
it's a full hook up fifth wheel bunk house in a small hamlet in between viking and irma out side of my house

Indawo
quite

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
ibhedi ekhwele kwenye eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ngasemva eyadini
Ibhafu yokuhlambela usana
Indawo yokubasa
Indawo elungiselelwe ukusebenza

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Kinsella, Alberta, Canada

no nabours

Umbuki zindwendwe ngu- Ryan

  1. Ujoyine nge- 2020 Okthoba
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

403 5480470
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 10:00
    Ixesha lokuphuma lingo:01:00
    Akutshaywa
    Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

    Ezempilo nokhuseleko

    Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
    Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
    Ialam yecarbon monoxide
    Ialam yomsi

    Imithetho engokurhoxa

    Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Kinsella

    Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Kinsella: