City Place (BR #3)

Igumbi lakho lokulala e i-townhouse sinombuki zindwendwe onguAlicia

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
I-wifi ekhawulezayo
Xa iyi-66 Mbps, iqela lakho lonke lingafowuna ngevidiyo lize libukele iividiyo kwi-intanethi.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokufaka ikhowudi emnyango.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-4 Sep.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Urban home in the "hood" with the convenience of public transportation and close proximity to city and state government buildings. Your bed is a high quality queen sized air mattress that sits 18" off the floor. There are two other bedrooms that can be occupied any time during your stay. The kitchen and bathroom is shared with the entire house.

Indawo
Guests may enjoy exercising or just relaxing at nearby Italian Lake, The Susquehanna River or Wildwood Park. No animals or children on property, so you can rest peacefully. Host is highly allergic to cats and dogs.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-wifi ekhawulezayo – i-66 Mbps
Ibhafu
Iveranda okanye ibhalkhoni Yeyabucala
Ifriji
Imicrowave
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Kukho iikhamera kule ndlu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Harrisburg

Sep 5, 2022 - Sep 12, 2022

4.0 out of 5 stars from 9 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Harrisburg, Pennsylvania, United States

This is a tight knit, urban working-class neighborhood.

Umbuki zindwendwe ngu- Alicia

  1. Ujoyine nge- 2017 Agasti
  • Izimvo eziyi-154
  • Isazisi siqinisekisiwe
I love travel!

Ngexesha lokuhlala kwakho

Guests can message me through the app, any time of day or night.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 16:00 - 22:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indawo esemnyango yokufaka ikhowudi
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa