Casa de Campo no Pov. Céu" 2 Km do Pontal do Peba.

Indlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonke sinombuki zindwendwe onguSimone

Iindwendwe eziyi-9, Amagumbi okulala ayi-3, Iibhedi eziyi-5, Iibhafu ezi-3
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
"Espaço muito aconchegante, arejado, com 03 quartos sendo 02 suites. Quartos que dá para acomodar até 09 pessoas, cozinha com fogão, geladeira, sala de esta, 1 wc área externa, garagem, chuveirão e espaço para rede". Excelente oportunidade para descansar a 2Km do Praia Pontal do Peba/AL.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini, iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini, ibhedi elala umntu omnye eyi-1
Indawo ekungena umntu wonke
iisofa eziyi-2, Iimatrasi ezibekwa phantsi eziyi-2, Ibhedi ekuthiwa yi-hammock eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Feliz Deserto, Alagoas, Brazil

Pov. Céu a 2Km do Praia Pontal do Peba/AL.

Umbuki zindwendwe ngu- Simone

Ujoyine nge- 2021 Epreli
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Ungayitshintsha

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Feliz Deserto

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Feliz Deserto: