Chambre hyper centre Amiens

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e iflethi eqeshisayo sinombuki zindwendwe onguHerve Et Cindy

Undwendwe olu-1, 1 igumbi lokulala, Ibedi eyi-1, Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
UHerve Et Cindy yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Au 4e étage d'un immeuble, dans la rue piétonne, HYPER CENTRE d'Amiens, à 5 ' à pieds du quartier St Leu, de la Cathédrale, du parc St Pierre et des hortillonnages, à 200m de la gare SNCF.
Chambre dans appartement, avec 2 autres locataires présents à l'année.
Internet via la fibre.
Cuisine, wc, et douche partagées.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-85 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Amiens, Hauts-de-France, France

Umbuki zindwendwe ngu- Herve Et Cindy

Ujoyine nge- 2016 Agasti
  • Izimvo eziyi-85
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Enseignants nous aimons notre métier. Nous adorons également notre village et son histoire. Nous avons deux enfants et aimons la gastronomie française.

UHerve Et Cindy yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Ulwimi: Français
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 18:00 - 20:00
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa