NATURA VERDE - Sea view apartment

5.0I-Superhost

Indlu enendawo yokuphola yonke sinombuki zindwendwe onguZaneta

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, 1.5 igumbi lokuhlambela
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu enendawo yokuphola.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
A superb two-level apartment of 127m ² with a very unique interior that gives the impression that you are in a different era.
The master bedroom comes with a balcony that offers beautiful sea view and a WC ensuite.

The kitchen is fully equipped and built in the olives trees!

The house is surrounded by spacious verandas with great view to the beautiful garden and the open sea.

Owners and other guests may also live in the property.

Izinto enazo le ndawo

Ukubuka ulwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 8 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Cephalonia, Greece

Situated at Kounopetra area, a distance of 5km from the town of Lixouri
Kounopetra is a beautiful area, you can find many traditional restaurants. The lovely beach of Mania is literally 2 steps away.

Umbuki zindwendwe ngu- Zaneta

  1. Ujoyine nge- 2014 Novemba
  • Izimvo eziyi-303
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Takehiro

UZaneta yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: Nederlands, English, Français, Ελληνικά, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 23:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ayibafanelanga abantwana (abaneminyaka eyi 2ukuya kweyi-12)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yomsi
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Cephalonia

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Cephalonia: