MAISON RECENTE RETHAISE

indlu enendawo yokuphola yonke sinombuki zindwendwe onguAlain

Iindwendwe eziyi-2, 1 igumbi lokulala, iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu enendawo yokuphola.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Maison de charme spacieuse (50m2) et claire pour deux personnes avec possibilité d'un enfant. Située dans un quartier calme, proximité des commerces, plages, décorées dans le style Réthais avec ses plafonds blanchis, clos de murs en pierres typiques de l'îles. Une chambre lit de 160x200, lit d'appoint, lit parapluie, salle de douche, cuisine équipée, jardin privatif, linge de maison fourni, TV LCD, Internet WiFI

Iindawo zokulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Yeyabucala iyadi engasemva – Ibiyelwe yonke
Ibhedi/ikhothi yomntwana esongwayo xa useluhambeni
Isitulo esiphakamileyo
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Sainte-Marie-de-Ré, Nouvelle-Aquitaine, France

Umbuki zindwendwe ngu- Alain

Ujoyine nge- 2021 Meyi
  • Izimvo eziyi-2
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$353

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Sainte-Marie-de-Ré

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Sainte-Marie-de-Ré: