Confortável Apê - 5 min. do Shopping e Fac. Unesp

Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonke sinombuki zindwendwe onguCaio

Iindwendwe eziyi-4, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Apartamento super aconchegante e confortável, sendo 2 quartos, 1 ar condicionado e 1 ventilador de teto, garagem para 1 carro, portaria 24hr, a 5 minutos do shopping e supermercados, bairro super bem localizado e de fácil acesso, tendo nas proximidades, padarias, bares, conveniências, sorveterias, restaurantes, pizzarias, farmácias, postos de combustível, academias, tudo para sua comodidade!

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ifriji
Imicrowave
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 9 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Uep3-S.3, São Paulo, Brazil

Umbuki zindwendwe ngu- Caio

  1. Ujoyine nge- 2021 Meyi
  • Izimvo eziyi-9
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 13:00 - 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa