★ L'AMBIANCE★ 40m2 ★ T2 ★ Longeville-Lès-Metz ★

5.0I-Superhost

iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguFlorient

Iindwendwe eziyi-4, 1 igumbi lokulala, iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
UFlorient yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
"T2 de 40 m2 situé au 1er étage d’un immeuble, au centre de Longeville-Lès-METZ, à proximité du Mont-Saint-Quentin. A deux pas des commerces, marchés, restaurants et des sorties d'autoroute. Entièrement rénové et meublé tout confort, il est composé d’un séjour avec canapé-lit et d'une chambre avec un lit deux places (160x200), d’un coin cuisine équipée, d'une salle d'eau avec WC. Emplacements de parking gratuits dans la rue."

Iindawo zokulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
I-TV
Isixhobo sokomisa iinwele
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Kukho iikhamera kule ndlu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 13 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Longeville-lès-Metz, Grand Est, France

Umbuki zindwendwe ngu- Florient

Ujoyine nge- 2021 Meyi
  • Izimvo eziyi-20
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Théophile
  • Florient
  • Michael

UFlorient yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 16:00 - 21:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Longeville-lès-Metz

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Longeville-lès-Metz: