Chambre beige 1 grand lit en 160.

4.0

Igumbi lakho lokulala e indlu enendawo yokuphola sinombuki zindwendwe onguJosette

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Umbuki zindwendwe onamava
UJosette unezimvo eziyi-21 zezinye iindawo.
Chambre dans villa de plain-pied. La chambre est située en sous-sol semi enterré avec une petite cour à disposition. Table, chaises, micro-ondes et frigo à côté de la chambre.

Parking gratuit. Proximité d'un centre commercial Leclerc avec station services Deux arrêts de bus C24 à proximité.

Villa située à Grézieu la Varenne à 30 minutes de Lyon et 15 minutes des Monts du Lyonnais.

Ecole vétérinaire, Casino de Charbonnières, Boiron, Mérieux à proximité.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Imicrowave
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.0 out of 5 stars from 3 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Grézieu-la-Varenne, Auvergne-Rhône-Alpes, France

Umbuki zindwendwe ngu- Josette

  1. Ujoyine nge- 2016 Disemba
  • Izimvo eziyi-24
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Iilwimi: English, Deutsch
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 17:00 - 20:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Isixhobo sokuva umoya otyhefayo asidingeki Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Grézieu-la-Varenne

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Grézieu-la-Varenne: