Large villa with private swimming pool in Ronda

Indlu enendawo yokuphola yonke sinombuki zindwendwe onguMarieke

Iindwendwe eziyi-8, Amagumbi okulala ayi-4, Iibhedi eziyi-8, Amagumbi okuhlambela ayi-4
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu enendawo yokuphola.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ichibi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Umbuki zindwendwe onamava
UMarieke unezimvo eziyi-132 zezinye iindawo.
Large villa with private swimming pool surrounded by 300 olive trees. The plot is 2 hectares in size which guarantees total privacy. Gardens surround the villa, as well as sunny and shady terraces. Private parking, alarm system, free wifi, fully fitted kitchen, big barbeque, 12x5 meter swimming pool.

Inombolo yelayisensi
CTC-2017140634

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2
Igumbi lokulala 3
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-132 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Málaga, Andalucía, Spain

Umbuki zindwendwe ngu- Marieke

  1. Ujoyine nge- 2012 Julayi
  • Izimvo eziyi-132
  • Isazisi siqinisekisiwe
We are a dutch family, living in Spain since 2003. We love Ronda and know all the hidden secrets which we love to share with our guest. We also like to travel and therefore we rent out our own place.
  • Inombolo yomthetho: CTC-2017140634
  • Iilwimi: Nederlands, English, Deutsch, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 22:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$586

Imithetho engokurhoxa