Shepherds Hut

5.0I-Superhost

Indlu encinci enamavili sinombuki zindwendwe onguAnne

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu encinci enamavili (e-u.k., efransi).
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Yindawo entle
90% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Unique shepherd's hut.
Relax and unwind in your own private hot tub.

Local Amenities less than a mile away include a Shop, Bar/Restaurant and laundry facilities.

Attractions close by include:
Davagh Forest with walks and popular Mountain bike trails.
OM Dark sky park & observatory.
Gortin Glens.
Beaghmore Stone Circles.
Aghascrebagh Ogham Stone.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukubona iintaba
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Yeyabucala ibhafu enamanzi ashushu
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Yeyabucala iyadi engasemva – Ibiyelwe yonke
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Isixhobo sokomisa iinwele
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 47 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Fermanagh and Omagh, Northern Ireland, United Kingdom

Umbuki zindwendwe ngu- Anne

  1. Ujoyine nge- 2021 Julayi
  • Izimvo eziyi-47
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UAnne yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Iphuli/ibhafu enamanzi ashushu engenageyithi okanye engatshixwayo
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Fermanagh and Omagh

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Fermanagh and Omagh: