Room w/ 2 twin beds in luxury home

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e indlu sinombuki zindwendwe onguShelley

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
UShelley yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-3 Mey.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Bedroom in luxury home in Bible Hill. Bright room with two single beds and access to full bathroom. (Shared)

Ukungena kondwendwe
Guests can use the kitchen, living room, solarium, hot tub and pool in the summer. Multiple room listings so sometimes shared facilities.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ibhafu enamanzi ashushu Isetyenziswa nangabanye
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Bible Hill

May 4, 2023 - May 11, 2023

4.60 out of 5 stars from 140 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Bible Hill, Nova Scotia, Canada

Beautiful neighbourhood, 10 minutes to Truro, 30 minutes to Wentworth, 45 minutes to airport, 1 hour to Halifax

Umbuki zindwendwe ngu- Shelley

  1. Ujoyine nge- 2014 Meyi
  • Izimvo eziyi-345
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Ndingumntu onobubele, ophumayo. Ndingusomashishini eTruro ibe ndihlale kule ndawo iminyaka engaphezu kweyi-25. Ndiyakuthanda ukuhamba, umculo, ukuba phandle nokudibana nabantu abatsha.

Ngexesha lokuhlala kwakho

I travel quite a bit, but if I am here I enjoy socializing, playing music and interacting with new people

UShelley yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 90%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 18:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa