Casa Vacanza con giardino Boavista

Indlu enendawo yokuphola yonke sinombuki zindwendwe onguVilas Praia Chaves

  1. Iindwendwe eziyi-3
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Igumbi lokulala eline-wifi elungele umsebenzi.
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Umbuki zindwendwe onamava
UVilas Praia Chaves unezimvo eziyi-96 zezinye iindawo.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
House on The Beach
for 2 person,mini kitchen inside, garden view and just 500 meters to the wonderful Chaves Beach.ir conditioned in bedroom Very apropriate for a couple or friends kije a nice holidays and no stress life.

Izinto enazo le ndawo

Ukwazi ukuya elwandleYeyabucala
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka esimahla eseyadini
I-TV
Isimahla umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-96 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Rabil, Boa Vista, Cape Verde

Umbuki zindwendwe ngu- Vilas Praia Chaves

  1. Ujoyine nge- 2015 Novemba
  • Izimvo eziyi-96
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Iilwimi: English, Français, Deutsch, Italiano, Português, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 08:00 - 18:00
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa