Departamento acogedor

Indawo ekukho umntu oncedisayo kuyo yonke sinombuki zindwendwe onguAlvaro

  1. Iindwendwe eziyi-5
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Iibhedi eziyi-4
  4. 1.5 igumbi lokuhlambela
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Umbuki zindwendwe onomlinganiselo ophezulu
UAlvaro ufumene umlinganiselo weenkwenkwezi eziyi-5 kwi-100% yeendwendwe zakutshanje.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Desconecta de tus preocupaciones en este espacio tan amplio y sereno.

Indawo
Departamento cómodo, en lugar tranquilo, ambiente familiar a 15 minutos de centro histórico

Izinto enazo le ndawo

Ukubona iintaba
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Ukomisa iimpahla ngomatshini yi-Isimahla – Useflethini
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

5.0 out of 5 stars from 7 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Cuenca, Azuay, Ecuador

Muy alegre, existen varios lugares que conocer, estamos cerca de todo

Umbuki zindwendwe ngu- Alvaro

  1. Ujoyine nge- 2020 Agasti
  • Izimvo eziyi-7
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

Estamos a servicio de los huéspedes, brindamos una buena atención
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa