Apartament Deluxe Ermitage 2 Zakopane

I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguGrzegorz

Iindwendwe eziyi-7, Amagumbi okulala ayi-3, Iibhedi eziyi-5, 1.5 igumbi lokuhlambela
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Umbuki zindwendwe onamava
UGrzegorz unezimvo eziyi-39 zezinye iindawo.
Możliwość zakupienia śniadania na miejscu w cenie 30 zł od osoby na miejscu w obiekcie.

Apartament składa się z 3 sypialni oraz salonu i jest przeznaczony dla maksymalnie 7 osób.

Do Krupówek piechotą dojdą Państwo w 5 minut.

Zapraszamy

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 3
ibhedi elala umntu omnye eyi-1, isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukubona iintaba
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Isimahla umatshini wokomisa iimpahla
Ngasemva eyadini
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-39 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Zakopane, Małopolskie, Poland

Apartament znajduje się w centrum Zakopanego - zaledwie 5 minut spacerem od Krupówek

Umbuki zindwendwe ngu- Grzegorz

  1. Ujoyine nge- 2020 Februwari
  • Izimvo eziyi-39
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UGrzegorz yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 16:00 - 23:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Zakopane

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Zakopane: