Freistehendes Ferienhaus gade15.ch

Indlu esemaphandleni yonke sinombuki zindwendwe onguRoger

Iindwendwe eziyi-5, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-0, 1.5 igumbi lokuhlambela
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu esemaphandleni.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Lehne dich zurück und entspanne dich – in dieser wunderschönen, ruhigen Umgebung.
Das zweistöckige Holzhaus wurde 2020 als Ersatz für das vorherige, über 100jährige Haus erstellt. Dabei wurde Wert auf ökologische und natürliche Baumaterialien gelegt.
Vielfältige Wandermöglichkeiten direkt vor der Haustüre. Und mit etwas Wetterglück im Winter sogar ein kleines feines Skigebiet in unmittelbarer Nähe!

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Umatshini wokuhlamba impahla
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Indawo yokubasa
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Goldingen, Sankt Gallen, Switzerland

Umbuki zindwendwe ngu- Roger

  1. Ujoyine nge- 2021 Agasti
  • Izimvo eziyi-2
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Iilwimi: English, Français, Deutsch
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Goldingen

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Goldingen: