Cosy|Stylish| Old Town Riga

I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguOleg

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. 1.5 igumbi lokuhlambela
Ilungele ukusebenza usekhaya
I-wifi ekhawulezayo ye-59 Mbps kunye nendawo ekhethekileyo yokusebenzela kwindawo esetyenziswa ngumntu wonke.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-4 Feb.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
This apartment was made "for the owner" and all the details were carefully thought out. An apartment is located in a building constructed in 2008. The apartment has a view of a quiet inner yard. To Daugava river and restaurants 100 meters or 1 minute on foot.

Indawo
The apartment has sleeping places for 2 persons and has everything you need: bed linen, towels, fast internet, smart TV, kitchenware, dishes, tea, coffee, oil, spices, soap, body wash, shampoo, and more else.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Izibuko
Ikhitshi
I-wifi ekhawulezayo – i-59 Mbps
Indawo elungiselelwe ukusebenza
I-TV
Ilifti
Itshaja yemoto esebenza ngombane
Umatshini wokuhlamba impahla
Ibhafu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Riga

Feb 5, 2023 - Feb 12, 2023

4.94 out of 5 stars from 109 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Riga, Latvia

Umbuki zindwendwe ngu- Oleg

  1. Ujoyine nge- 2021 Agasti
  • Izimvo eziyi-109
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UOleg yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:09:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Into yokunyuka okanye yokudlala
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa