Chambre spacieuse, parking et accès indépendant

Igumbi lakho lokulala e igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle sinombuki zindwendwe onguPierrick

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
La chambre se situe au calme à 5 min au sud de MONTELIMAR, proche de toutes commodités (zone commerciale), et à proximité des sites de Tricastin et de Cruas. Accès autoroute A7 Montélimar Sud à 3 min.
Elle fait 38m², elle est entièrement rénovée et possède un lit de 160 /200.
Accès à une cuisine de 25m² entièrement équipée avec lave-linge et lave-vaisselle que vous partagerez avec un autre locataire, très agréable et discret.
Parking privatif et accès indépendant.
Au plaisir de vous accueillir!

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Imicrowave
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Malataverne, Auvergne-Rhône-Alpes, France

Umbuki zindwendwe ngu- Pierrick

  1. Ujoyine nge- 2014 Meyi
  • Izimvo eziyi-2
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 13:00 - 20:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Isixhobo sokuva umoya otyhefayo asidingeki Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Malataverne

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Malataverne: