Chez Daniele

I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguFrancesco

Iindwendwe eziyi-3, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-3, 1.5 igumbi lokuhlambela
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Umbuki zindwendwe onamava
UFrancesco unezimvo eziyi-228 zezinye iindawo.
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-95% yeendwendwe zakutshanje inike uFrancesco iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.
bel appartement, au rez-de-chaussée au coeur de Saint Jean Cap Ferrat, avec une magnifique terrasse.
très proche des plages, des commerces, des bars et des restaurants dans un coin calme où vous pourrez vous reposer et passer des moments de détente.

Inombolo yelayisensi
06121018142HT

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
ibhedi ekhwele kwenye eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukubona igadi
Ikhitshi
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ibhedi yomntwana
Isixhobo sokomisa iinwele
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Uluvo oluyi-1

Apho uza kuba khona

Saint-Jean-Cap-Ferrat, Provence-Alpes-Côte d'Azur, France

Umbuki zindwendwe ngu- Francesco

  1. Ujoyine nge- 2015 Novemba
  • Izimvo eziyi-229
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
I live in St Jean Cap Ferrat, deal with real estate for myself and other customers, the houses that I propose are not many, but only with a unique view.

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Daniele

UFrancesco yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 06121018142HT
  • Iilwimi: English, Français, Italiano
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 16:00 - 19:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$1164

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Saint-Jean-Cap-Ferrat

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Saint-Jean-Cap-Ferrat: