Cozy, sunny studio with a view

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguNic

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokuhlala
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukubuka ichibi
Ukukwazi ukuya elwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Ilifti
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ibhafu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-18 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Hong Kong, Hong Kong Island, Hong Kong

Umbuki zindwendwe ngu- Nic

  1. Ujoyine nge- 2014 Novemba
  • Izimvo eziyi-18
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 86%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$129

Imithetho engokurhoxa