Suite Orchidea

I-loft yonke sinombuki zindwendwe onguIoannis

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
Yiza nezilwanyana zakho zasekhaya.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-26 Epr.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
This elegant suite of 55 square metres with sea views of the Thermaic Gulf features a modernly designed, fully-equipped kitchen and a living room with a flat-screen TV and a sofa.

Inombolo yelayisensi
0936K133K0740801

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
iisofa ezikwazibhedi eziyi-2

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ibhedi yosana esongwayo
Isixhobo sokomisa iinwele
Isidlo sakusasa
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Iintsuku eziyi-7 e Agiannis

Apr 27, 2023 - May 4, 2023

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-3 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Agiannis, Greece

The suite Orchidea is situated on the roof of Hotel Dias Apartment.
the hotel is just 150m from the central beach of Makrygialos and only a few meters from the city center.

Umbuki zindwendwe ngu- Ioannis

  1. Ujoyine nge- 2021 Epreli
  • Izimvo eziyi-3
  • Inombolo yomthetho: 0936K133K0740801
  • Iilwimi: English, Français, Deutsch, Ελληνικά, Magyar
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 21:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa