Ven a la Villa del Corpus en cualquier momento.

Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonke sinombuki zindwendwe onguYorlady

Iindwendwe eziyi-4, Amagumbi okulala ayi-3, Iibhedi eziyi-3, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Desconecta de tus preocupaciones en este espacio tan amplio y sereno.
Situación inmejorable, a 150 m. del Ayuntamiento, a 200 del centro.
Todos los servicios alrededor como Supermercados, bancos, correos, farmacias, etc...
En pleno centro de la comarca del Condado. La Villa de Ponteareas es famosa por sus alfombras de flores en las fiestas del Corpus Christi, fiesta declarada de interés turístico internacional.
A tan sólo 25 km. de Vigo, a 10 de Portugal, con una red de carreteras excelentes.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 3
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Ukupaka kwizitrato mahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Uluvo oluyi-1

Apho uza kuba khona

Ponteareas, Galicia, Spain

Umbuki zindwendwe ngu- Yorlady

  1. Ujoyine nge- 2016 Disemba
  • Uluvo oluyi-1
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:13:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Ponteareas

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Ponteareas: