Steps to Beach Private Room W/ Private Washroom A

Igumbi lakho lokulala e igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle sinombuki zindwendwe onguLisa

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Umbuki zindwendwe onamava
ULisa unezimvo eziyi-62 zezinye iindawo.
Free Wi-Fi And Beach Access!

This fully furnished suite is across the street from Oak Neck Beach. Dining and shopping within a short walk.

* 5 miles to Planting Fields Arboretum
* less than 5 miles to Theodore Roosevelt Memorial Park
* near Sagamore Hill National Historic Site

Enjoy the beautiful sunrise and sunset, fishing is also okay! Feel the beauty of nature. If you need a ride, please let us know we will charge reasonable fee.

Indawo
Free Wifi, Free parking. TV, Iran board , and small fridge inside room.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukubuka inxalenye yolwandle
Ukubuka ulwandle
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Uluvo oluyi-1

Apho uza kuba khona

Locust Valley, New York, United States

Umbuki zindwendwe ngu- Lisa

  1. Ujoyine nge- 2019 Meyi
  • Izimvo eziyi-63
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 01:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$100

Imithetho engokurhoxa