Lakefront Oasis - Pool, Hot Tub, Dock

Indlu yonke sinombuki zindwendwe onguSteve

  1. Iindwendwe eziyi-9
  2. Amagumbi okulala ayi-5
  3. Iibhedi eziyi-5
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-5
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Igumbi lokulala eline-wifi elungele umsebenzi.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokufaka ikhowudi emnyango.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-20 Mat.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Beautiful lakefront property with unobstructed views that will take your breath away! Peace and tranquility awaits you in this 5 bedroom home. Enjoy a cup of coffee in the sun-drenched kitchen or keep yourself entertained with our rec roomed filled with fun! Wrap up the day with a hot tub, followed by a sauna. Paradise awaits!

Izinto enazo le ndawo

Ukubuka ichibi
Isetyenziswa nangabanye ukwazi ukuya elwandle – Phambi kolwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Isetyenziswa nini nodwa ipuli
Yeyabucala ibhafu enamanzi ashushu
Yeyabucala i-sauna
Kukho iikhamera kule ndlu

Iintsuku eziyi-7 e Dartmouth

Mar 25, 2023 - Apr 1, 2023

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Dartmouth, Nova Scotia, Canada

Umbuki zindwendwe ngu- Steve

  1. Ujoyine nge- 2017 Februwari
  • Izimvo eziyi-6
  • Isazisi siqinisekisiwe
Easy going, honest person!
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indawo esemnyango yokufaka ikhowudi
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Iphuli/ibhafu enamanzi ashushu engenageyithi okanye engatshixwayo
Ichibi, umlambo, nezinye iindawo ezinamanzi ezikufutshane
Into yokunyuka okanye yokudlala

Imithetho engokurhoxa